lencwadi ethetha ngamaxesha onyaka, inceda ukufundisa amabanga aphantsi. ithetha ngentombazana eyayithanda abahlobo bayo kakhulu, yathi ngeminazana iyhile ifuna ukuyodla ayakwazi ngenxa yotshintsho lwemozulu.